Inguqulelo ka who in isiXhosa

who

ngubani?

Ubizo-magama /hoo/

isimelabizo

  • 1

    ngubani?
    Who is that man? Ngubani laa ndoda?
    Who wants a chocolate? Ngubani ofuna itshokholethi?
  • 2

    RC+verb
    This is the girl who sings so well Yile ntombazana icula kamnandi le
    I paid the men who worked here Ndiwabhatele amadoda asebenze apha