Inguqulelo ka why in isiXhosa

why

kutheni?

isihlomelo

  • 1

    kutheni?
    ngoba?
    kungasizathu sini?
    kungani?
    Why did you do that? Kutheni wenze loo nto?
    He knows why his sister is angry Uyazi ukuba kutheni udadewabo ecaphuka nje

Usetyenziso

It is not standard English to say 'because why'. Just say 'because', as in 'I must go home because it's late'.