Inguqulelo ka wide in isiXhosa

wide

-banzi

Ubizo-magama /wide/

isiphawuliwider, widest

  • 1

    -banzi
    -khulu
    The Zambezi is a wide river IZambezi ngumlambo obanzi
    → Synonym of broad
    → Antonym of narrow
  • 2

    -banzi
    How wide is the bench? Sibanzi kangakanani isitulo?
    It's 50 centimetres wide Ingama-50 eesentimitha ububanzi

isihlomelo

  • 1

    genge
    She opened the door wide Waluvula genge ucango