Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika will in isiXhosa

: will1will2

will1

Ubizo-magama /wil/

isenzi

  • 1

    He will come Uza kuza
    → See shall
    Will he see us? Uza kusibona?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika will in isiXhosa

: will1will2

will2

umyolelo

Ubizo-magama /wil/

isibizoPlural wills

  • 1

    umyolelo
    In her will, the woman left her house to her son Kumyolelo wakhe obhaliweyo, umfazi washiya indlu yakhe kunyana wakhe
  • 2

    intando
    amandla
    Does she really have the will to succeed? Ngaba ngenene unawo amandla okuphumelela?