Inguqulelo ka withdrawal in isiXhosa

withdrawal

ukukhupha

Ubizo-magama /with-draw-uhl/

isibizoPlural withdrawals

  • 1

    ufundo ngezoqoqosho
    ukukhupha
    I needed cash so I made a withdrawal at the ATM Ndandifuna imali ke ndakhupha kwi-ATM
    • taking money out of a bank account
    • ukukhupha imali ebhankini
  • 2

    ukurhoxa
    Joe's withdrawal from the team meant we had to find another player Ukurhoxa kukaJoe eqeleni kwathetha ukuba kufuneka sifumane omnye umdlali