Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika work in isiXhosa

: work1work2

work1

-sebenza

Ubizo-magama /wurk/

isenziworked, working

  • 1

    -sebenza
    We work hard at school Sisebenza nzima esikolweni
  • 2

    -sebenza
    -phangela
    Do you work in a shop? Usebenza evenkileni?
  • 3

    -sebenzisa
    How do you work this machine? Uwusebenzisa njani lo matshini?
  • 4

    -sebenza
    This pen doesn't work Le peni ayisebenzi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika work in isiXhosa

: work1work2

work2

umsebenzi

Ubizo-magama /wurk/

isibizo

  • 1

    umsebenzi
    Sawing wood is hard work! Ukusarha iinkuni ngumsebenzi onzima!
  • 2

    umsebenzi
    My parents go to work every day Abazali bam baya emsebenzini yonke imihla
  • 3

    umsebenzi wesikolo
    Has the teacher marked our work? Utitshala uwumakishile umsebenzi wethu wesikolo?