Inguqulelo ka workshop in isiXhosa

workshop

indawo yokulungisa izinto

Ubizo-magama /wurk-shop/

isibizoPlural workshops

  • 1

    indawo yokulungisa izinto
    The car is in the workshop for repairs Imoto yam iye kulungiswa kwindawo yokulungisa
  • 2

    indibano yokuxhotyiswa ngolwazi
    indibano yocweyo
    Learners came to a Science workshop Abafundi beza kwindibano yokuxhotyiswa ngolwazi ngezeNzululwazi