Inguqulelo ka year in isiXhosa

year

unyaka

Ubizo-magama /yeer or yur/

isibizoPlural years

  • 1

    unyaka
    We lived in Paris for two years Sahlala eParis iminyaka emibini
  • 2

    unyaka
    I went to Lesotho this year Ndiye eLusuthu kulo nyaka
    next year unyaka ozayo
    last year unyaka ophelileyo
  • 3

    (age)
    The boy is ten years old Inkwenkwe ineminyaka elishumi yobudala