Inguqulelo ka yet in isiXhosa

yet

sele + verb

Ubizo-magama /yet/

isihlomelo & isihlanganisi

  • 1

    sele + verb
    Have you had lunch yet? Sele uyityile ilantshi yakho?
  • 2

    kodwa
    nangona kunjalo
    It's raining, yet it isn't cold Kuyana, kodwa akubandi

Usetyenziso

'Sele' is sometimes used in a short form, for example, 'Sewuyityile ilantshi yakho?'