Inguqulelo ka yours in isiXhosa

yours

Ubizo-magama /yawz/

isimelabizo

  • 1

    Compared to my salary, yours is high Xa kuthelekiswa nomvuzo wam, owakho ungaphezulu
    Here are our children, but where are yours, Max and Sue? Naba abantwana bethu, kodwa baphi abenu, Max noSue?