Inguqulelo ka yourself in isiXhosa

yourself

-zi-

Ubizo-magama /yaw-self/

isimelabizoPlural yourselves

  • 1

    -zi-
    Do you want to wash yourself? Ufuna ukuzihlamba?
  • 2

    ngokwakho
    You told me yourself Wandixelela wena ngokwakho

Usetyenziso

'Yourself' is often expressed in isiXhosa by adding the reflexive '-zi-' to a verb, as in the example above.