Inguqulelo ka youth in isiXhosa

youth

inkwenkwe

Ubizo-magama /yooth/

isibizoPlural youths

  • 1

    inkwenkwe
    indodana
    umfana
    ityendyana
    Two youths jumped over the wall Abafana ababini batsiba udonga
  • 2

    (when a person is young)
    ubutsha
    Nick had fun in his youth UNick wayonwabile ebutsheni bakhe