Inguqulelo ka -abelana ingesiNgesi:

-abelana

share with

isenzi + isenzela + isenzana

  • 1

    share with
    share amongst
    Babelana ngeengubo zakhe They shared his blankets amongst each other
    Ndakwazi ukwabelana nomnye umntu ngoloyiko lwam I was able to share my fears with someone else

Usetyenziso

This verb is followed by 'nga-'.