Inguqulelo ka -alusa ingesiNgesi:

-alusa

herd

isenzi

  • 1

    herd
    Inkwenkwe yalusa iinkomo neebhokhwe The boy herds cattle and goats
  • 2

    circumcise
    Ingcibi yalusa amakhwenkwe alishumi The traditional circumciser circumcises ten boys
    Ubhuti uza kwalusa unyana wakhe ngoJuni My brother will send his son to be circumcised in June