Inguqulelo ka -balula ingesiNgesi:

-balula

specify

isenzi

  • 1

    specify
    Balula izinto ezimbini eluncedo ngazo ikhompyutha Specify two things that are useful about a computer
  • 2

    mention
    Phakathi kwezo nkosi singabalula abantakwabo Amongst those chiefs, we may mention his brothers