Inguqulelo ka -banda ingesiNgesi:

-banda

be cold

isenzi

  • 1

    be cold
    Ayabanda la manzi This water is cold
    → Compare -godola
    Kuyabanda namhlanje It's cold today
    Wakhupha isiselo esibandayo She took out a cold drink

Usetyenziso

The verb '-banda' is used for objects and the weather, and the verb '-godola' is used for people and animals.