Inguqulelo ka -banga ingesiNgesi:

-banga

cause

isenzi

  • 1

    cause
    I-HIV yintsholongwane ebanga ugawulayo, i-AIDS HIV is a virus that causes AIDS
  • 2

    claim
    Abanye abafana bathi bakuba ngamadoda bathande ukusokolisa esikolweni kuba bebanga ubudoda Some young men, when they become men, tend to be troublesome at school as they claim manhood