Inguqulelo ka -bhabha ingesiNgesi:

-bhabha

fly

isenzi

  • 1

    fly
    Intaka ingabhabha phezulu esibhakabhakeni A bird can fly high in the sky
    Inqwelomoya ibhabha phezu kwedolophu yaseRustenburg The aeroplane flies above the city of Rustenburg