Inguqulelo ka -biza ingesiNgesi:

-biza

call

isenzi

  • 1

    call
    Ndiza kubiza ezinye iititshala zize kuncedisa I am going to call other teachers to help me
  • 2

    name
    Baza kulubiza olu sana ngoDavid They will name this baby David