Inguqulelo ka -bizwa ingesiNgesi:

-bizwa

be called

isenzi + isenziwa

  • 1

    be called
    Hayi dade, ubizwa ndim No sister, you are called by me
  • 2

    be named
    Le ndawo ibizwa Indawo yeNgonyama This place is named the Place of the Lion