Inguqulelo ka -bonana ingesiNgesi:

-bonana

see one another

isenzi + isenzana

  • 1

    see one another
    Hayi ke, sakubonana ngomso All right then, we'll see one another tomorrow
  • 2

    meet
    Masinishiye, siya kubonana ngomso Let's leave you, we'll meet tomorrow
    Masibonane ngoMgqibelo ukutshona kwelanga Let's meet on Saturday evening