Inguqulelo ka -bonisa ingesiNgesi:

-bonisa

show

isenzi + isenzisa

  • 1

    show
    indicate
    Bonisa amanani kulo mgca-manani Show the numbers on this number line
  • 2

    represent
    Imigca ebomvu emephini ibonisa iindlela The red lines on the map represent roads