Inguqulelo ka -chaphazela ingesiNgesi:

-chaphazela

affect

isenzi + isenzela

  • 1

    affect
    Oku kuchaphazela umhlaba, kuze kuwenze ube shushu This affects the soil and makes it warmer
  • 2

    refer to
    touch on
    Le yunithi iza kuchaphazela imiba engokusetyenziswa kwamanzi This unit is going to refer to issues about water use