Inguqulelo ka -chitha ingesiNgesi:

-chitha

spend

isenzi

  • 1

    spend
    Uchitha i-R16,50 ekutyeni He spends R16,50 on food
  • 2

    waste
    Mnu Sigqezu, kutheni uchitha ixesha leofisi yethu nje? Mr Sigqezu, why are you wasting our office time?
  • 3

    throw away
    discard
    Uyise wathi makachithe amayeza His father said that he should discard the medicines
  • 4

    spill
    Lumkela! Umntwana uchitha ubisi Be careful! The child is spilling the milk
  • 5

    demolish
    destroy
    Kutheni umasipala echitha amatyotyombe? Why does the municipality destroy the shacks?