Inguqulelo ka -dibanisa ingesiNgesi:

-dibanisa

add

isenzi + isenzisa

  • 1

    add
    combine
    Ukudibanisa amanani ndisebenzisa ukubala ngentloko To add numbers, I use mental arithmetic
    Dibanisa isi-2 nesi-3 Add 2 and 3
  • 2

    connect
    join
    Dibanisa izijungqe ezibini zocingo Connect the two pieces of wire