Inguqulelo ka -dinga ingesiNgesi:

-dinga

need

isenzi

  • 1

    need
    Akaqhubanga kakuhle; udinga uncedo He did not do well; he needs help
  • 2

    lack
    need
    Iqela labo lidinga umphathi ofanelekileyo Their team lacks a good captain