Inguqulelo ka -dlala ingesiNgesi:

-dlala

play

isenzi

  • 1

    play
    Abantwana badlala nabahlobo babo The children play with their friends
    Ndidlala inetibhola esikolweni I play netball at school
    Ndidlala ifleyiti nexilongo I play the flute and trumpet