Inguqulelo ka -enzela ingesiNgesi:

-enzela

make for

isenzi + isenzela

  • 1

    make for
    do for
    Namhlanje ndifuna undenzele iilokhwe ezine Today I would like you to make four dresses for me
    Ishishini lakhe limenzela ingeniso His business is making profits for him