Inguqulelo ka -etyisa ingesiNgesi:

-etyisa

reflect

isenzi + isenzisa

  • 1

    reflect
    think carefully about
    Sifunda sisetyisa ze sibhale We study, reflect and then write
  • 2

    (food)
    digest
  • 3

    (said about cattle)
    chew the cud
    Ndifike ebuhlanti iinkomo zisetyisa I arrived at the kraal, and the cattle were chewing the cud