Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -fana in isiXhosa

: -fana1-fana2

-fana1

resemble one another

isenzi

  • 1

    resemble one another
    look like
    be the same
    be similar
    Lo mntwana ufana nawe This child resembles you
    Ezi zinja ziyafana These dogs are the same
  • 2

    be like
    be, for example
    Musa ukusebenzisa izinto ezifana neoli, ityuwa, njalonjalo Do not use things like oil, salt and so forth

Usetyenziso

This verb is usually followed by 'na-'.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -fana in isiXhosa

: -fana1-fana2

-fana2

do something without thinking

intsiza-senzi

  • 1

    do something without thinking
    Umama ufana athethe My mother just says something without thinking