Inguqulelo ka -funxa ingesiNgesi:

-funxa

absorb

isenzi

  • 1

    absorb
    Sebenzisa itawuli ukufunxa amanzi Use a towel to absorb the water
  • 2

    drink liquid through a straw
    Umntwana ufunxa isiselo The child drinks the drink with a straw