Inguqulelo ka -gcina ingesiNgesi:

-gcina

keep

isenzi

  • 1

    keep
    Umnini wevenkile ugcina imali yakhe ethilini The shopkeeper keeps his money in the till
  • 2

    watch
    take care of
    Zola, gcina umntwana lo, siza kubuya Zola, watch the child, we are coming back
  • 3

    memorise
    Gcina la magama Memorise these words
  • 4

    preserve
    hold
    Umhlaba oludongwe ugcina amanzi amaninzi Clay soil holds a lot of water