Inguqulelo ka -gqiba ingesiNgesi:

-gqiba

decide

isenzi

  • 1

    decide
    Bagqiba ekubeni babuyele eCumakala They decided to go back to Stutterheim
  • 2

    finish
    Malume, gqiba ngoku Uncle, finish now