Inguqulelo ka -gqithisa ingesiNgesi:

-gqithisa

pass to

isenzi + isenzisa

  • 1

    pass to
    Xa ugqibile gqithisa incwadi yakho kutitshala wakho When you are finished, pass the book to your teacher
  • 2

    hand over
    Wagqithisa ileta evela eJamani kum He handed over the letter from Germany to me