Inguqulelo ka -guquka ingesiNgesi:

-guquka

turn around

isenzi

  • 1

    turn around
    turn over
    Waguquka wajonga kuDuduzile He turned around and looked at Duduzile
  • 2

    change
    Ngoku ke ndiyaguquka kwisimilo sam So now I am changing my behaviour
  • 3

    be converted
    convert
    change
    Waba ngumXhosa wokuqala ukuguquka abe ngumKristu He was the first Xhosa person to be converted to Christianity
    Amanzi aguquka abe ngumkhenkce xa kubanda kakhulu Water converts to ice when it freezes
  • 4

    repent
    Ukuba umntu uthe waguquka, mxolele If someone has repented, forgive him