Inguqulelo ka -gwetywa ingesiNgesi:

-gwetywa

be judged

isenzi + isenziwa

  • 1

    be judged
    be sentenced
    Wagwetywa iinyanga ezintandathu entolongweni He was sentenced six months in gaol
  • 2

    be fined
    Wagwetywa ama-R30 000 He was fined R30 000