Inguqulelo ka -hambisa ingesiNgesi:

-hambisa

goes on

isenzi + isenzisa

  • 1

    goes on
    continues
    Lo mbhali uhambisa athi amaXhosa alwa namaKhoyi This writer goes on to say that the Xhosa people fought against the Khoi people
  • 2

    move
    Hambisa ibhrashi uyisa ngemva nangaphambili Move the brush back and forth
  • 3

    serve
    deliver
    Uhambisa ubisi ngokwakhe He delivers the milk himself
  • 4

    have diarrhoea
    Wabuza ugqirha, "Uyahambisa?" The doctor asked, "Do you have diarrhoea?"
    → See urhudo