Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -kha in isiXhosa

: -kha1-kha2

-kha1

please do

intsiza-senzi

  • 1

    (indicates a polite request)
    please do
    Kha ujonge eli ntshontsho lekati lihle Please look at this beautiful kitten
    Kha uvule le ngxowa Please open this bag
  • 2

    (indicates that something happens occasionally or sometimes)
    do occasionally
    Ndakha ndacela unyana yini na eNkosini yam? Have I ever (once) asked for a son from my Lord?
    Ndakha ndanabafazi abathandathu I once had six wives

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika -kha in isiXhosa

: -kha1-kha2

-kha2

scoop

isenzi

  • 1

    scoop
    Sebenzisa ikomityi ukhe amanzi e-emeleni Use a cup to scoop water from the bucket
  • 2

    (fruit, vegetables etc.)
    pick
    gather
    Tyhini, kanti uyakwazi ukukha imbuya? Oh, so you know how to gather wild spinach?