Inguqulelo ka -khala ingesiNgesi:

-khala

cry

isenzi

  • 1

    cry
    weep
    UZola uyakhala ngoba ulahlekelwe ngamazinyo akhe Zola is crying because he misplaced his teeth
  • 2

    lament
    complain
    Wena makhulu, ukhala ngantoni? What are you complaining about, grandmother?
  • 3

    (bell, phone, etc.)
    ring
    Intsimbi iyakhala The bell rings
  • 4

    plead
    beg
    Ndikhala kuwe, phulaphula ukukhala kwam I plead with you, hear my cry