Inguqulelo ka -khetha ingesiNgesi:

-khetha

choose

isenzi

  • 1

    choose
    select
    Khetha amagama achanekileyo ukuze ugqibezele le vesi Choose the correct words and complete this verse
  • 2

    prefer
    Ndikhetha ukusela isiselo kunokusela amanzi I prefer to drink cooldrink than to drink water