Inguqulelo ka -khulisa ingesiNgesi:

-khulisa

raise

isenzi + isenzisa

  • 1

    raise
    Ndikhulisa abantwana bam I am raising my kids
  • 2

    cause to grow
    Xa ukhulisa eyakho imifuno uqinisekile ukuba inako konke okulungileyo When you grow own vegetables you are certain that they have all the good nutrients
  • 3

    develop
    increase
    Abafundi bakhulisa ukukwazi ukufunda nokubukela iintlobo ngeentlobo zeetekisi The learners develop the ability to read and view different texts