Inguqulelo ka -khululeka ingesiNgesi:

-khululeka

be relieved

isenzi + isenzeka

  • 1

    be relieved
    be relaxed
    Wakhululeka xa ebona unyana wakhe omdala esiza He was relieved to see his elder son coming
  • 2

    be free
    be released
    Uhleli impela-veki yonke, wakhululeka ngoMvulo He stayed there for the whole weekend, and was released on Monday