Inguqulelo ka -khululwa ingesiNgesi:

-khululwa

be removed

isenzi + isenziwa

  • 1

    be removed
    be undressed
    Zakhululwa iingubo zakhe zasentolongweni His blankets from prison were removed
  • 2

    be untied
    Yakhululwa imixokelelwane, waxelelwa ukuba makagoduke The chains were untied and he was told to go home
  • 3

    be relieved
    Wakhululwa kumsebenzi wakhe He was relieved from his work
  • 4

    be freed
    be released
    Wakhululwa ngowe-1961 He was released in 1961