Inguqulelo ka -khumbula ingesiNgesi:

-khumbula

remember

isenzi

  • 1

    remember
    Khumbula akuwedwa, uncedo alukude Remember you are not alone, help is not far away
  • 2

    miss
    Masigoduke, mna ndikhumbula ekhaya ngoku Let's go home, I miss home now