Inguqulelo ka -khupha ingesiNgesi:

-khupha

take out

isenzi

  • 1

    take out
    remove
    Khupha izihlangu ekhabhathini Take the shoes out of the cupboard
    Abafundi bakhupha iincwadi zabo The learners take out their books
  • 2

    vomit
    Ukuba umntwana uyakhupha, mse eklinikhi If the child vomits, bring him to the clinic
    → Synonym of -hlanza