Inguqulelo ka -khwela ingesiNgesi:

-khwela

climb on

isenzi

  • 1

    climb on
    climb up
    UKhono ukhwela emthini Khono climbs up the tree
  • 2

    ride
    Uyihlo ukhwela ihashe eliqavileyo namhla Your dad rides an active horse today
  • 3

    get into
    UZamani wakhwela iteksi waphindela eMdantsane Zamani got into a taxi and returned to Mdantsane