Inguqulelo ka -kroba ingesiNgesi:

-kroba

peep

isenzi

  • 1

    peep
    look
    Waphakama wakroba efestileni He stood up and peeped though the window
  • 2

    check on
    UZakhele wadlula esibhedlele eyokukroba impilo kanina Zakhele went past the hospital to check on his mother's health