Inguqulelo ka -lahla ingesiNgesi:

-lahla

throw away

isenzi

  • 1

    throw away
    throw
    Ngubani lo ulahla ukutya phantsi? Who throws food on the floor?
  • 2

    lose
    Bendilahle izitshixo, kodwa ndizifumene I lost my keys, but I have found them
    Ndiyilahlile imali I have lost the money
  • 3

    abandon
    Uyilahlile indoda yakhe She abandoned her husband