Inguqulelo ka -lawula ingesiNgesi:

-lawula

rule

isenzi

  • 1

    rule
    govern
    Walawula ngobukhulu ubulumko uDumisa ethandwa ngabantu bakhe Dumisa governed with great wisdom and he was liked by his people
  • 2

    manage
    direct
    control
    Nceda ulawule umsindo wakho Please control your anger