Inguqulelo ka -lawulwa ingesiNgesi:

-lawulwa

be governed

isenzi + isenziwa

  • 1

    be governed
    be ruled
    Laa mihlaba ilawulwa ngamaNgesi neenkosi zamaRharhabe Those lands are governed by the British and the Rharhabe chiefs
  • 2

    be controlled
    Le nkampani ilawulwa ngabasebenzi bebhanki This company is controlled by the bank employees